KUTIMOTI I 3:2
KUTIMOTI I 3:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 3KUTIMOTI I 3:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke inkokheli mayibe ngumntu ongenabala; mayibe ngumntu onomfazi omnye, ozinzileyo ngengqondo, oyingcathu; abe ngonocwangco, onobubele ekhaya, okwaziyo ukufundisa
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 3KUTIMOTI I 3:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 3KUTIMOTI I 3:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kekaloku ongumlindi ufanele ukuba abe ngongenakukalazelwa, abe yindoda yomfazi mnye, abe yinca̔tu, abe nobutelekelelo, abe nokumila okufanelekileyo, abe ngumbuki wabasemzini, abe elungele ukufundisa
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 3