KWABASETESALONIKA I 4:3-4
KWABASETESALONIKA I 4:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
UThixo uthanda ukuba nibe nyulu, nikucezele ukurheletya. Umntu ofuna umfazi makathathe umfazi ahlale naye ngobunyulu nembeko
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4KWABASETESALONIKA I 4:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuba elowo kuni ákwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya• enobungcwalisa, enembeko
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4