KWABASETESALONIKA I 4:11
KWABASETESALONIKA I 4:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4KWABASETESALONIKA I 4:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nokuba nizondelele ukuba nizole, nenze ezenu izinto, nisebenze ngezenu izandla, njengoko saniyalayo
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 4