USAMUWELI I 8:7
USAMUWELI I 8:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wayesiti UYEHOVA ku‐Samyali: Pulapula ilizwi labantu ngako konke abakutetayo kuwe: ngokuba bengalahlanga wena, koko belahlile mna, ukuze ndingabi ngukumkani pezu kwabo.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 8USAMUWELI I 8:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuSamuweli, Liphulaphule izwi labantu entweni yonke abayithethayo kuwe; ngokuba ingenguwe abamgibileyo, bagibé mna, ukuze ndingabi ngukumkani kubo.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 8