USAMUWELI I 8:5-6
USAMUWELI I 8:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
athi kuye, Uyabona, wàluphele wena, oonyana bakho abahambi ngendlela yakho; simisele ngoko ukumkani wokusilawula, njengeentlanga ezi zonke. Laba libi elo zwi emehlweni kaSamuweli, xa bathi, Sinike ukumkani wokusilawula. Wathandaza uSamuweli kuYehova.
USAMUWELI I 8:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
afika athi kuye: “Sewaluphele wena ngoku, yaye noonyana bakho abakufuzanga mpela. Ngoko ke sityumbele ukumkani, khon' ukuze nathi sifane nezinye izizwe, sibe nokumkani osilawulayo. ” Samngena kakubi uSamweli isicelo sabo sokufuna ukumkani. Wabhenela *kuNdikhoyo
USAMUWELI I 8:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi kuye, Yabona, wena waluphele, oonyana bakho abahambi ngeendlela zakho; simisele ngoko ukumkani wokusilawula, njengeentlanga zonke. Kodwa loo nto yaba imbi emehlweni kaSamuweli, xa bathi, Sinike ukumkani ukuba asilawule. uSamuweli wathandaza kuYehova.
USAMUWELI I 8:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
bati kuye: Bona ke, wena umdala, nonyana bako abahambi ezindleleni zako; uz’ uti kaloku usimisele ukumkani ukusigweba, njengentlanga zonke. Kodwa elozwi belilibi emehlweni ka‐Samyali, nxa bebesiti: Sinike ukumkani ukusigweba. Waza u‐Samyali watandaza KUYEHOVA.