Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 3:8

OOKUMKANI I 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Umkhonzi wakho lo uphakathi kwabantu bakho obanyulileyo, abantu abaninzi, abangenakubalwa, abangenakuxelwa ukuba baninzi.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ewe, isicaka sakho esi siphakathi kwabantu obanyulileyo, ihlokondiba labantu abayinyambalala engenakubalwa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umkhonzi wakho lo uphakathi kohlanga lwakho olunyuliweyo, uhlanga olukhulu, olungenakubalwa, olungenakubalwa ngenxa yobuninzi.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3

OOKUMKANI I 3:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanjako isicaka sako sipakati kwabantu bako obanyulileyo, abantu abakulu, abangenako ukulinganiswa nokubalwa ngokuba baninzi.

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo