OOKUMKANI I 3:5
OOKUMKANI I 3:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UYehova wabonakala kuSolomon eGibheyon apho ngephupha ebusuku, wathi uThixo, Cela into, ndikuphe.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3OOKUMKANI I 3:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku apho eGibheyon uNdikhoyo wabonakala kuSolomon ephupheni ebusuku, wathetha wenjenje: “Cela nantoni na ofuna ndikuphe yona.”
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3