OOKUMKANI I 14:9
OOKUMKANI I 14:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
wesuka wena wenza okubi ngaphezu kwabo bonke ababekho ngaphambi kwakho, waya wazenzela thixo bambi, nemifanekiso etyhidiweyo, ukuba undiqumbise, wandiphosa emva komhlana wakho
Share
Funda OOKUMKANI I 14OOKUMKANI I 14:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke wena ngokwenza izinto ezimbi ubalasele kubo bonke ababengaphambi kwakho. Usuke wazenzela thixo bambi, imifanekiso eyenziwe ngesinyithi. Ngale nto ke undicaphukisile; kaloku wena usuke wandifulathela.
Share
Funda OOKUMKANI I 14