OOKUMKANI I 14:8
OOKUMKANI I 14:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndabukrazula ubukumkani endlwini kaDavide, ndakunika; wesuka akwafuza umkhonzi wam uDavide, owayigcinayo imithetho yam, owandilandelayo ngentliziyo yakhe yonke, ukuba enze okuthe tye kodwa emehlweni am
OOKUMKANI I 14:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umbuso ndawukrazula kwindlu kaDavide, ndawunikela kuwe. Kambe ke wena awuziphathanga njengesicaka sam uDavide. Yena wayeyithobela imithetho yam, endilandela ngomxhelo wakhe uphela, kuphela esenza oko kundikholisayo.
OOKUMKANI I 14:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bususe ubukumkani endlwini kaDavide, unike yena; ukanti wawungenjengomkhonzi wam uDavide, owayigcinayo imiyalelo yam nowandilandela ngentliziyo yakhe yonke ukuze enze oko kulungileyo kum amehlo
OOKUMKANI I 14:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ndaṙazula ubukumkani kuyo indlu ka‐Davide, ndabunika kuwe; nokuba ungabanga njengesicaka sam u‐Davide, owagcinayo imiyalelo yam, nowandilandelayo ngayo yonke intliziyo yake, ukwenza oko kufaneleyo emehlweni am kodwa