KWABASEKORINTE I 15:21-22
KWABASEKORINTE I 15:21-22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ekubeni kaloku kungomntu ukufa, kukwangomntu ukuvuka kwabafileyo. Kuba, njengokuba kuye uAdam bafa bonke, ngokunjalo nakuye uKristu baya kudliswa ubomi bonke
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15KWABASEKORINTE I 15:21-22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko ukufa kweza ngomntu, ngokukwanjalo novuko lwabafileyo luza kwangomntu. Njengoko abantu bâthi ngokumanywa kwabo noAdam bafa bonke, ngokunjalo nangokumanywa kwabo noKrestu baya kuvuka bonke.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15