Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 15:21-22

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 15:21-22 XHO1902A

Ngokuba ekubeni ukufa kwezayo ngaye umntu, kweza ngaye umntu nokuvuka kwabafileyo. Ngokuba njengokuba ku‐Adame bonke bafayo, kwa njalo ku‐Kristu bonke baya kudliswa ubomi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 15:21-22