Zizo ezo izinto enifanele nizenze; Elowo uxelela ummelwane wakhe inyaniso; gwebani ngenyaniso nangoxolo emasangweni enu. Makungabikho namnye kuni ucinga ububi entliziyweni yakhe ngommelwane wakhe; ningathandi izifungo zobuxoki, ngokuba zonke ezi zizinto endizithiyileyo,” utsho uYehova.
Funda uZekariya 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uZekariya 8:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo