Waphendula ke wathetha nabemiyo ngakuye, esithi, Mhlubeni iingubo ezimdaka. Wathi kuye, Uyabona, ndibususile ububi bakho kuwe, ndikwambese ingubo ende.
Funda uZekariya 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uZekariya 3:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo