KwabaseRoma 5:6-8

KwabaseRoma 5:6-8 CXB24

Kuba uKristu uthe, sakuba sisengama-athalala, wabafela ngexesha elimisiweyo abangahloneli Thixo. Kuba kungangenkankulu ukuthi ubani afele ilungisa; kuba uthi mhlawumbi ubani abe nobuganga bokumfela olungileyo; Ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon’ ukuba sisengaboni, uKristu asifele.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseRoma 5:6-8