Kuba uKristu uthe, sakuba sisengama-athalala, wabafela ngexesha elimisiweyo abangahloneli Thixo. Kuba kungangenkankulu ukuthi ubani afele ilungisa; kuba uthi mhlawumbi ubani abe nobuganga bokumfela olungileyo; Ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon’ ukuba sisengaboni, uKristu asifele.
Funda KwabaseRoma 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 5:6-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo