Ukuba inxenye yamasebe yavuthululwa, wathi ke wena, ungumnquma wasendle, wamiliselwa phakathi kwawo, wabelana nawo ngeengcambu nasekutyebeni komnquma; Musani ukuwaqhayisela amasebe; ke ukuba uyawaqhayisela, yazi ukuba asinguwe oyithweleyo ingcambu
Funda KwabaseRoma 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 11:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo