Emsini apho kwaphuma iinkumbi, zeza emhlabeni, zanikwa igunya, njengokuba benegunya oonomadudwane bomhlaba. Waziwisela umthetho wokuba zingoni utyani bomhlaba, nanye into eluhlaza, nanye imithi; kodwa ngamadoda kuphela, angenalo itywina likaThixo emabunzini abo.
Funda IsiThyilelo 9
Share
Compare All Versions: IsiThyilelo 9:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos