Lalahlekisa abo bemiyo phezu komhlaba, ngemiqondiso elayinikwayo ukuba liyenze emehlweni erhamncwa; lisithi kwabo bemiyo phezu komhlaba, ukuba balenze umfanekiselo irhamncwa, elibe linenxeba lalo ikrele, laphila. Lanikwa igunya lokuwunika umfanekiselo werhamncwa umoya, ukuze umfanekiselo werhamncwa elo uthethe nokuthetha, wenze ukuba babulawe abasukuba bengaqubudi kuwo umfanekiselo werhamncwa.
Funda IsiThyilelo 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 13:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo