IsiThyilelo 11:6

IsiThyilelo 11:6 CXB24

Lawo anegunya lokuvala izulu ukuze kungani ngeentsuku zokuprofeta kwawo, yaye anegunya phezu kwamanzi lokuwajika abe ligazi nelokuwubetha umhlaba ngazo zonke izibetho ngokufuthi kangangoko enqwenela.