IsiThyilelo 11:11

IsiThyilelo 11:11 CXB24

Emva kweentsuku ezintathu ezinesiqingatha uMoya wobomi ophuma kuThixo wangena kuwo, ema ngeenyawo zawo; baza bawelwa luloyiko olukhulu abo bawabonayo.