Iindumiso 9:7-11

Iindumiso 9:7-11 CXB24

Ke yena uYehova uya kuma ngonaphakade, ilungiselwe ugwebo itrone yakhe. Uya kuligweba ihlabathi ngobulungisa, Uya kugweba abantu ngobulungisa. uYehova uya kuba yindawo yokusabela kotyunyuziweyo, ihlathi ngamaxesha eembandezelo. Yaye abo balaziyo igama lakho baya kukholosa ngawe, ngenxa yokuba wena, Yehova, akubashiyanga abo bakufunayo. Vumani kuYehova ohlala eZiyon; Xelani ezintlangeni izenzo zakhe.

I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu