Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade; Ndiya kuxela ukuthembeka kwakho ngomlomo wam kwizizukulwana ngezizukulwana. Ngokuba ndithi, Inceba iya kwakhelwa ngonaphakade; Ukuthembeka kwakho kuya kukugcinela emazulwini. Ndifungele umnyulwa wam umnqophiso, ndifungele umkhonzi wam uDavide, Ndiya kuyizimasa ngonaphakade imbewu yakho, Ndiyakhe itrone yakho kwizizukulwana ngezizukulwana. Sela.
Funda Iindumiso 89
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 89:1-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo