Iindumiso Iindumiso 70

Iindumiso 70
Khawuleza, Thixo, ndisindise
1Kukumkani weemvumi, umhobe kaDavide khawuleza undincede, Yehova.
2Mabadane badane abawufunayo umphefumlo wam;
3Mabajike kwihlazo labo, bathi, Tshotsho!
4Mababe nemihlali bavuye ngawe bonke abakufunayo; nabaluthandayo usindiso lwakho bathi, Mkhulu uThixo!
5Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu; yiza kum, Thixo; Umncedi wam noMsindisi wam nguwe; Nkosi, musa ukulibala;

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena