NguYehova amandla am nengweletshetshe yam; Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedwa; ke ngoko, intliziyo yam yonwabe kakhulu; ndiya kumdumisa ngengoma yam.
Funda Iindumiso 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 28:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo