Ngubani na oya kunyuka aye entabeni kaYehova? Ngubani na onokuma engcweleni yakhe? Yezandla ezihlambulukileyo, nentliziyo ehlambulukileyo; Ongawuphakamiseli ilize umoya wakhe, Ongafungi ubuxoki.
Funda Iindumiso 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 24:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo