Iindumiso Iindumiso 123
Iindumiso 123
Ndiwaphakamisela kuwe amehlo am
1Ingoma yezinyuko. Ndiwaphakamisela kuwe amehlo am, wena uhleli emazulwini;
2Yabona, njengoko amehlo abakhonzi ekhangele kwizandla zeenkosi zabo, nanjengoko amehlo entombi ekhangela isandla senkosikazi yayo; ngako oko amehlo ethu akuYehova uThixo wethu, ade asibabale.
3Sibabale, Yehova, sibe nenceba kuthi, ngokuba sicekise kakhulu;
4Umphefumlo wethu uzele kukudela kwabahleli ngoxolo, Ukucukucezwa kwabanekratshi.
Currently Selected:
Iindumiso Iindumiso 123: CXB24
Qaqambisa
Share
Copy

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Contemporary Xhosa Bible
Copyright © 2024, by City Bible Foundation ®
Used by permission of City Bible Foundation ® All rights reserved worldwide.