Thandazelani uxolo lweYerusalem, ukuze baphumelele abakuthandayo. Makube luxolo phakathi kweendonga zakho nempumelelo ezindongeni zakho. Ngenxa yabazalwana bam namadlelane am ngoku ndiya kuthi: Uxolo malube nani!
Funda Iindumiso 122
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 122:6-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo