Dumisani uYehova. Hayi, uyolo lomntu omoyikayo uYehova, Oyinoneleleyo imithetho yakhe! Iya kuba namandla ehlabathini imbewu yakhe; isizukulwana samalungisa sisikelelwe.
Funda Iindumiso 112
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 112:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo