Iindumiso 103:10-11

Iindumiso 103:10-11 CXB24

Akasenzanga ngokwezono zethu; kwaye akasiphindezeli ngokwezigwenxa zethu. Ngokuba injengokuphakama kwezulu phezu komhlaba, Ukuba namandla, inceba yakhe kwabamoyikayo