Iindumiso 102:16-17

Iindumiso 102:16-17 CXB24

Xa uYehova eyakha iZiyon, uya kubonakala esebuqaqawulini bakhe. Uya kuwuva umthandazo weentsizana, Awucekise umthandazo wabo.