IINDUMISO 102:16-17

IINDUMISO 102:16-17 XHO96

Kuba kaloku uNdikhoyo woyivusa iZiyon, sicace ke isidima nesithozela sakhe. Uyawuva umthandazo weendwayi, azisabele nezicelo zazo.