Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, ongemiyo endleleni yaboni, ongahlaliyo etroneni yabagxeki. Yena unonelela umyalelo kaYehova; kwaye ucamanga ngomyalelo wakhe imini nobusuku.
Funda Iindumiso 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 1:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo