Kodwa umendo wamalungisa unjengokukhanya okuqaqambileyo okuqhubeka kukhanya de kube semini enkulu. Indlela yabangendawo injengesithokothoko; abayazi into abakhubeka ngayo.
Funda iMizekeliso 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iMizekeliso 4:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo