Hayi, uyolo lomntu ofumene ubulumko, Lomntu ozuze ingqondo! Kuba ishishini labo liwugqithile urhwebo lwesilivere, nongeniselo lwabo ngaphezu kwegolide embiweyo. Uxabiseke ngaphezu kweeperile, yaye yonke into onokuyinqwenela ayinakulinganiswa naye.
Funda iMizekeliso 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iMizekeliso 3:13-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo