KwabaseFilipi 4:8

KwabaseFilipi 4:8 CXB24

Elokugqiba, bazalwana, ndithi, iinto zonke eziyinene, iinto zonke ezindilekileyo, iinto zonke ezibubulungisa, iinto zonke ezinyulu, iinto zonke ezithandekayo, iinto zonke eziludumo lulungileyo; Ukuba ke kukho sidima, ukuba kukho ndumiso, zicingeni ezo zinto.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseFilipi 4:8