uEzra wambonga uYehova, uThixo omkhulu. Baphendula bonke abantu, bathi, Amen, amen, ngokuphakamisa izandla zabo; bathoba, baqubuda kuYehova, bekhangele phantsi.
Funda uNehemiya 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uNehemiya 8:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo