uNehemiya 13:1-2

uNehemiya 13:1-2 CXB24

Kwangaloo mini bafunda encwadini kaMoses phambi kwabantu; kwaye kwafunyanwa kubhaliwe kuyo ukuba ama-Amon namaMowabhi akayi kungena ebandleni likaThixo ngonaphakade; ngokuba engabakhawulelanga oonyana bakaSirayeli enesonka namanzi; asuka aqesha uBhileham, ukuba abaqalekise; ke uThixo wethu wayiguqula ingqalekiso yaba yintsikelelo.