Ndiya kukhunga, Yehova, indlebe yakho iwuve umthandazo womkhonzi wakho, nomthandazo wabakhonzi bakho abaloyikayo igama lakho; ubabalo emehlweni ale ndoda. Kaloku mna ndandingumngcamli wokumkani.
Funda uNehemiya 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uNehemiya 1:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo