Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe? Othe waneentloni ngam nangamazwi am, kwesi sizukulwana sikrexezayo, sonayo, uNyana woMntu woba neentloni ngaye lowo, xa athe weza esebuqaqawulini boYise, enezithunywa ezingcwele.
Funda uMarko 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMarko 8:37-38
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo