Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo. Yambuza ke esithi, Ungubani na igama lakho? Waphendula ke yena esithi, NdinguMkhosi igama lam; kuba sibaninzi.
Funda uMarko 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMarko 5:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo