Nivile ukuba kwathiwa, Iliso maliphindezelwe ngeliso, nezinyo ngezinyo. Ke mna ndithi kuni, maningaxhali nongendawo; kodwa othe wakubetha esidleleni sakho sokunene, mguqulele nesinye.
Funda uMateyu 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 5:38-39
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo