uMateyu 5:14-16

uMateyu 5:14-16 CXB24

Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; Umzi omi phezu kwentaba awunakufihlakala; Kananjalo abantu abasibaneki isibane basibeke phantsi kwesitya; kwaye ibakhanyisela bonke abasendlwini. Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo lwenu phambi kwabantu; ukuze bayibone imisebenzi yenu emihle, bamzukise uYihlo osemazulwini.