Ke kaloku wabarholela ngaphandle, kwada kwaya eBhetani, waziphakamisa izandla zakhe, wabasikelela. Kwathi, ekubasikeleleni kwakhe, wahlukana nabo, wenyuswa wasiwa emazulwini. Baza bona, bakuba bequbudile kuye, babuyela eYerusalem benovuyo olukhulu. Bamana behleli etempileni, bembonga uThixo. Amen.
Funda uLuka 24
Share
Compare All Versions: uLuka 24:50-53
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos