Akukho nto ke igqunyiweyo, engasayi kutyhilwa; nefihlakeleyo, ayiyi kwaziwa. Ngoko ke konke enikuthethe emnyameni, kuya kuviwa emhlotsheni; nokuthethe endlebeni emagumbini, kumenyezwe phezu kwezindlu.
Funda uLuka 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uLuka 12:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo