Umlilo ophezu kwesibingelelo wovutha phezu kwaso; ayinakucinywa; umbingeleli wobeka iinkuni phezu kwawo imiso ngemiso, abeke phezu kwawo idini elinyukayo; aqhumisele phezu kwalo ngamanqatha ombingelelo woxolo.
Funda iLevitikus 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iLevitikus 6:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo