Umlilo weqonga wona kufuneka uhlale uvutha, ungaze uyekwe ucime. Mihla le kusasa umbingeleli kufuneka awukhwezele umlilo, abeke idini elitshiswayo, aze atshise namanqatha edini lobudlelane.
Funda EYONQULO 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYONQULO 6:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo