Xa uYoshuwa wayeseYeriko wawaphakamisa amehlo akhe, wakhangela, wabona indoda imi malunga naye, ithe rhuthu ikrele layo ngesandla; Waya kuyo uYoshuwa, wathi kuyo, Ungakuthi, ungakuthi, kusini na?
Funda uYoshuwa 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYoshuwa 5:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo