uYobhi 33:15-18

uYobhi 33:15-18 CXB24

Ephupheni, embonweni wasebusuku, xa abantu besindwa bubuthongo obukhulu, abalali ezingqengqelweni; Wandula ke avule iindlebe zabantu aze awuqinise umyalelo wabo, ukuze amshenxise umntu kwinjongo yakhe, afihle ikratshi lomntu. Ugcina umphefumlo wakhe emngxunyeni, Nobomi bakhe bungatshabalali likrele.