Ephupheni, embonweni wasebusuku, xa abantu besindwa bubuthongo obukhulu, abalali ezingqengqelweni; Wandula ke avule iindlebe zabantu aze awuqinise umyalelo wabo, ukuze amshenxise umntu kwinjongo yakhe, afihle ikratshi lomntu. Ugcina umphefumlo wakhe emngxunyeni, Nobomi bakhe bungatshabalali likrele.
Funda uYobhi 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYobhi 33:15-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo