uYobhi 15:15-16

uYobhi 15:15-16 CXB24

Yabona, akakholosi ngabakhe benceba; nezulu alihlambulukile phambi kwamehlo akhe. Ngaphezu koko, umntu osela ubungendawo njengamanzi ulizothe yaye akahlambulukanga?